12- Psalms 111 - Ndiya kubulela kuYehova - Revised

For: Orchestra
page one of 12- Psalms 111 - Ndiya kubulela kuYehova - Revised

Buy this score now

12- Psalms 111 - Ndiya kubulela kuYehova - Revised

$20.00

from $2.50

(+ VAT when applicable)

Preview individual parts:

PDF icon

Instant download

You are purchasing high quality sheet music PDF files suitable for printing or viewing on digital devices.
Year of composition
2006
Lyricist
Joao Bosco Rolim Esmeraldo
Difficulty
Moderate (Grades 4-6)
Duration
2 minutes
Genre
World music
License details
For anything not permitted by the above licence then you should contact the publisher first to obtain permission.

For the Lord is worthy for being praised and adored by everyone, anywhere. So, let�s praise ans worsip the Lord since now and for ever. Psalms 111 - Ndiya kubulela kuYehova

1 Haleluya! Ndiya kubulela kuYehova ngentliziyo yonke, Elucweyweni lwabathe tye nasebandleni. 2 Zikhulu izenzo zikaYehova, Zezokungxokwa iintsingiselo zazo zonke. 3 Unendili nobungangamela umsebenzi wakhe, Ubulungisa bakhe bumi ngonaphakade. 4 Uyenzele ukuze ikhunjulwe imisebenzi yakhe ebalulekileyo; Unobabalo nemfesane uYehova. 5 Ubaphe ukudla abamoyikayo; Uwukhumbule ngonaphakade umnqophiso wakhe. 6 Ubabonise abantu bakhe amandla ezenzo zakhe, Ebanika ilifa leentlanga. 7 Izenzo zezandla zakhe ziyinyaniso nesiko; Zithembekile zonke iziyalezo zakhe. 8 Zizimasekile nanini nangonaphakade; Zenziwe ngenyaniso, zithe tye. 9 Ubathumele abantu bakhe inkululeko; Uwumisele ngonaphakade umnqophiso wakhe; Lingcwele, liyoyikeka, igama lakhe. 10 Ingqalo yobulumko kukoyika uYehova, Banengqiqo elungileyo bonke abenza ngako; Indumiso yakhe ihlala imi.

To purchase this score, please add it to your cart above. To purchase music not currently available on Score Exchange or for extended license requests, please contact the publisher directly.

Reviews of 12- Psalms 111 - Ndiya kubulela kuYehova - Revised

Sorry, there's no reviews of this score yet. Please .